Lizo: uyayazi ba Uthini umnwe komnye? Sipho : ha a!
Uhambe o Syabulela e town umbone sebala abelungu🤣😂 Post Views: 0
Yintoni wathenga izihlangu oko, ingathi une bipola Post Views: 4
When you think he’s finished umuzwe esithi “thwala izandla entloko ubengathi udle imali ye rent” 😅😅😂 Post Views: 0
Ungathini uthi ungena eB&B uhamba nomntu ombayo udibane nowakwakho ephuma apha nomnye umntu. Post Views: 0
Mlkhya Hlokoloza ✋🏾🔥✋ Ayingxibe u Ntombi I Pump😂 I gqibele ijike I Secret Sox✋😂😂 Post Views: 0
पहले दरवाजे की घण्टी बजा कर भाग जाते थे बन्दा सोचता रह जाता था की कौन था😜 अब message whatsap Continue Reading..
Ngubani owathi xa kukhala ifowuni ecaweni phuma ugobile Post Views: 0
Le team yenu ityiwa njalo, ngathi sisonka esi brown. Lool Post Views: 4
Your email address will not be published. Required fields are marked *
Comment *
Name *
Email *
Save my name, email, and website in this browser for the next time I comment.
Δ